hourglass_full Aan het downloaden, een moment geduld...

Download Nonwabe Emtshatweni_Latest Version.apk from Apk-Dl Server

Thank you for using Apk-Dl.com to download the apk file (Nonwabe Emtshatweni_Latest Version.apk),

Als de download niet start, klik hier .

Note: Download and save the apk file to your Android Phone's SD card and install it manually onto the Android device.

Beschrijving

Ukuze umtshato uhlale uhleli,isibiniesitshatileyo simele sibe nembono efanelekileyongokuzibophelela.Kwiincwadi nakwimifanekiso eshukumayo, umtshatoudla ngokubanesiphelo esihle esinqwenelwayo ngabantu. Kodwa, kubomibokwenene,umtshato awusosiphelo; usisiqalo—isiqalo sento uYehovaayiyileleukuba ihlale ihleli. (Genesis 2:24) Okulusizi kukuba,abantuabaninzi kwihlabathi lanamhlanje ababoni njalo. Kwezinyeiindawo,abantu bachaza umtshato njengokuzibophelela ngeqhina.Basenokubaabayiqondi kakuhle indlela lo mzekeliso oyichaza ngayoimbonoyabantu abaninzi ngomtshato. Njani? Ngoxa iqhina elibotshwekakuhlelifanele liyiqinise into ixesha elide kangangoko kufuneka,enyeinto ngeqhina kukuba linokuqhinwa lula lize likhululwelula.
Abaninzi namhlanje bawujonga umtshato njengentoyexeshana.Bayawungxamela kuba becinga ukuba uza kwanelisa iimfunozabo, kodwake bekwalindele nokuwubaleka xa kuvela iingxaki. Nokoke, khumbulaukuba umzekeliso osetyenziswa yiBhayibhile wona uthiumtshato ufananentambo. Iintambo ezisetyenziswa kwiinqanawa zenziwangohlobolokuba zihlale zihleli, zingaze zicazululeke, kwanaxakukhouqhwithela olunamandla. Ngendlela efanayo, umtshato wenzelweukubauhlale uhleli. Khumbula amazwi kaYesu athi: “OkouThixoakubophelele ngedyokhwe ndawonye makungahlukaniswa mntu.”(Mateyu19:6) Ukuba uyatshata, ufanele ube nembono efanayongomtshato.Ngaba loo nto iwenza ube luxanduva umtshato?Nakanye.
To umtshato staysitting,twenty esitshatileyo represents a view of the bestcommitment.Kwiincwadi nakwimifanekiso gesticulating, umtshato goodeats forthe conclusion of esinqwenelwayo people. But, Bomibokwenene,umtshato awusosiphelo; beginning-the start of somethingYahwehordered to remain intact. (Genesis 2:24) more useful it is,peopleare not kwihlabathi Today do so. In some areas, peopledescribeumtshato njengokuzibophelela ngeqhina. Basenokubaunderstand wellhow this parable describes consult ngomtshato water.How? Ngoxabraid prisoners well should bolster a long timekangangoko isrequired, it is one thing ngeqhina approvallinokuqhinwa easy untilthe release easier.
Water today Jong umtshato as yexeshana. Bayawungxamela issearchingto come to satisfying their requirements, butbekwalindelenokuwubaleka xa from iingxaki. However, remember thatin theparable of the use wis umtshato like cord. Ropes usedkwiinqanawaare made in the form of recline their stay, they mayzicazululeke,kwanaxa uqhwithela strong. In the same way, umtshatois designed tostay seated. Remember the words of kaYesu said: "ThenGodngedyokhwe together let's commitment over." (Mateyu 19:6)leavened,, you have to view the same ngomtshato. I had thethunderthing making luxanduva umtshato? Once.